UNawomi wambuza wathi: “Ubhikice phi namhlanje? Ubusebenza kwabani? Wanga angasikeleleka lowo ukwenzele ububele.”URute wamxelela uninazala ukuba ubebhikica kumasimi kabani, esithi: “Ndisebenze entsimini yomfo ekuthiwa nguBhowazi.”