Unehemiya 7:55-59 Ibhayibhile (XHO96)

55. inzala kaBhakose noSisera noTema,

56. inzala kaNeziya noHatifa

57. Kwinzala yezicaka zikaSolomon ezibuyileyo ekuthinjweni:inzala kaSotayi noSoferete noPerida,

58. inzala kaJala noDakon noGidele,

59. inzala kaShefatiya noHatili noPokerete-zebhayim noAmon

Unehemiya 7