Unehemiya 7:52-57 Ibhayibhile (XHO96)

52. inzala kaBhesayi noMewunim noNefusim,

53. inzala kaBhakebhuki noHakufa noHarure,

54. inzala kaBhezeliti noMehida noHasha,

55. inzala kaBhakose noSisera noTema,

56. inzala kaNeziya noHatifa

57. Kwinzala yezicaka zikaSolomon ezibuyileyo ekuthinjweni:inzala kaSotayi noSoferete noPerida,

Unehemiya 7