40. inzala kaImere 1 052
41. inzala kaPashure 1 247
42. inzala kaHarim 1 017
43. Nalu uludwe lwabaLevi ababuyileyo ekuthinjweni: inzala kaYeshuwa noKademiyeli bendlu kaHodeva 74
44. iimvumi zenzala ka-Asafu 148
45. abagcini-masango benzala kaShalum, noAtere, noTalmon, noAkubhi, noHatita, kwanoShobhayi 38