21. inzala ka-Atere ngomlibo kaHezekiya
98
22. inzala kaHashum
328
23. inzala kaBhezayi
324
24. inzala kaHarifi
112
25. inzala kaGibheyon
95
26. amadoda aseBhetelehem naseNetofa
188
27. amadoda aseAnatoti
128
28. amadoda aseBhete-azemavete
42
29. amadoda aseKiriyati-yarim naseKefira naseBheroti
743