Unehemiya 7:14-21 Ibhayibhile (XHO96)

14. inzala kaZakayi 760

15. inzala kaBhinuwi 648

16. inzala kaBhebhayi 628

17. inzala ka-Azegadi 2 322

18. inzala ka-Adonikam 667

19. inzala kaBhigwayi 2 067

20. inzala ka-Adin 655

21. inzala ka-Atere ngomlibo kaHezekiya 98

Unehemiya 7