Uncuthu Lwengoma 4:16 Ibhayibhile (XHO96)

Vumbuluka, moya wasentla;vuthuza, moya wasezantsi!Phepheza emyezweni wam,ivumba lawo litsho lithi saa!Masingene emyezweni waso isithandwa sam,singcamle ezona ziqhamo.

Uncuthu Lwengoma 4

Uncuthu Lwengoma 4:8-16