Phumani, zintombi zaseZiyon;khanikhangele nimbone ukumkani uSolomon.Nanko ethwele isithsaba sobukhosi,eso wasithweswa nguninamhla zawelan' iindonga,mhla intliziyo yakhe yaphuphuma luvuyo!