Yonke loo nto kukuphum' izandla kobuhenyu behenyukazi elinombizane,igcisa lemilingo elazikhobozayo izizwe,ngobuthi balo lazichan' iintlanga.