Unahum 2:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ingonyama iwazingelele amthole ayo,oogxa bayo yabaqwengela amaxhoba;imingxuma yayo iyizalise ngenyama,isikhundla sayo siphuphuma okuqwengiweyo.

Unahum 2

Unahum 2:10-13