Unahum 1:15 Ibhayibhile (XHO96)

Khawukhangele phaya ezintabeni;nazo iinyawo zalowo uzisa iindaba ezimnandi,lowo uvakalisa uxolo.Xhamlani imibhiyozo yenu, maJuda;zifezekiseni izibhambathiso zenu.Anisayi kuphinda nihlaselwe sisikhohlakali;sona sitshatyalaliswe kwaphela.

Unahum 1

Unahum 1:10-15