Umsebenzi Wabathunywa 5:27-29 Ibhayibhile (XHO96)

27. Babazisa phambi kweBhunga abathunywa, waza umbingeleli omkhulu wabamangalela esithi:

28. “Saninika imiyalelo engqongqo yokuba ningaphindi nifundise egameni lale ndoda; kodwa khanikhangele into eniyenzileyo! Imfundiso yenu niyisarhaze kule Jerusalem iphela; ngoku nifuna ukuxhoma ukufa kwayo phezu kwethu.”

29. OoPetros baphendula bathi: “Asinakwenza nto yimbi; sifanele ukuthobela uThixo endaweni yabantu!

Umsebenzi Wabathunywa 5