Umsebenzi Wabathunywa 28:27 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba ingqiqo yaba bantu ibuthuntu,bazivingcile iindlebe zabo,bawavala namehlo abo.Kungenjalo bebeya kubona,beve ngeendlebe zabo,baqonde ngeengqondo zabo,baze babuyele kum,ndize ndibaphilise;’utsho uThixo.”

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:21-31