Umsebenzi Wabathunywa 27:3 Ibhayibhile (XHO96)

Sagaleleka eSidon ngemini elandelayo. UJuliyo wamphatha ngobubele uPawulos, wamvumela ukuba aye kubona abalingane bakhe, khon' ukuze bamtende.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:1-7