Umsebenzi Wabathunywa 27:28 Ibhayibhile (XHO96)

Baphosa intambo ebotshelelwe intsimbi emanzini, belinganisa ubunzulu bamanzi, baza bafumana ingamashumi amathathu anantandathu eemitha ubunzulu. Baphinda emva koko, baza bafumana amashumi amabini anesixhenxe eemitha.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:23-35