Umsebenzi Wabathunywa 27:17 Ibhayibhile (XHO96)

Oomatiloshe balibophelela, baza bayiqamangela ngentsontela inqanawa. Babesoyika ukuba bangaxinga enyeleni yonxweme xa bedlula ngaseLibhiya. Bayithoba ke iseyile ukuze inqanawa ityhalwe ngumoya.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:10-19