Umsebenzi Wabathunywa 27:15 Ibhayibhile (XHO96)

Wayintlitha inqanawa; kwathi kuba yayingenakuqhutywa ijonge ngqo emoyeni inqanawa, asabi salinga, sasuka sayiyeka yadudulwa ngumoya.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:14-21