Umsebenzi Wabathunywa 27:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kwavela umoyana ngasezantsi, aza amadoda acinga ukuba angalilinga iqhinga lawo. Bayitsalela enqanaweni iankile, baza ke bayiqhuba inqanawa begudle unxweme lwaseKrete.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:12-17