Umsebenzi Wabathunywa 26:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa kude kwayile mini uThixo endinceda; nangoku ndimi apha ndingqina kubo bonke, abaphakamileyo nabaphantsi ngokufanayo. Le nto ndiyithethayo ikwayiloo nto bayithethayo *abashumayeli bamandulo kwakunye noMosis,

Umsebenzi Wabathunywa 26

Umsebenzi Wabathunywa 26:15-27