Umsebenzi Wabathunywa 26:16 Ibhayibhile (XHO96)

Vuka ume ngeenyawo. Ndibonakala kuwe ngesi sizathu sokuba ndikumisele ube sisicaka sam, ungqine kwabanye abantu ngokundibona kwakho namhlanje, nangezinto endisaza kukubonisa zona.

Umsebenzi Wabathunywa 26

Umsebenzi Wabathunywa 26:13-17