Umsebenzi Wabathunywa 25:24 Ibhayibhile (XHO96)

UFesto wathetha wathi: “Kumkani Agripa, nani nonke nina nikhoyo apha, le ndoda niyibona apha ikhalazelwa ngawo onke amaJuda, apha naseJerusalem. Athi ayisafanelanga kudla bomi.

Umsebenzi Wabathunywa 25

Umsebenzi Wabathunywa 25:23-27