Umsebenzi Wabathunywa 25:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ndithe ngenxa yokungabi nabungqina buphathekayo ngeli tyala, ndaqonda kuPawulos ukuba akangethandi na ukuba eli tyala liye kuthethwa eJerusalem.

Umsebenzi Wabathunywa 25

Umsebenzi Wabathunywa 25:19-22