Umsebenzi Wabathunywa 25:12 Ibhayibhile (XHO96)

UFesto ukhe wadlana indlebe namaphakathi akhe, wandul' ukuthi kuPawulos: “Ubhenela kuKhesare; kulungile ke, uza kuya kuKhesare.”

Umsebenzi Wabathunywa 25

Umsebenzi Wabathunywa 25:7-15