Umsebenzi Wabathunywa 23:34-35 Ibhayibhile (XHO96)

34. Iyifundile ileta irhuluneli, yambuza uPawulos ukuba wayengowaliphi na iphondo. Yakuva ukuba wayengowaseKiliki

35. yathi: “Ityala lakho liya kuthethwa kwakufika abamangali.” Yathi uPawulos makagcinwe ebhotwe likaHerode.

Umsebenzi Wabathunywa 23