Umsebenzi Wabathunywa 22:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ingqwayi-ngqwayi yaqhuba isithi: “Ndahlawula imali eninzi ukuze ndibe ngummi ongumRoma.”UPawulos wathi ukuphendula: “Kodwa ke mna ndinguye ngokuzalwa.”

Umsebenzi Wabathunywa 22

Umsebenzi Wabathunywa 22:25-30