Umsebenzi Wabathunywa 22:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ingqwayi-ngqwayi yomkhosi wamajoni amaRoma yathi uPawulos makangeniswe enqabeni yawo, akatswe, kuncinwe unobangela wento amxhibe ngayo amaJuda, ukuze angxole kangaka.

Umsebenzi Wabathunywa 22

Umsebenzi Wabathunywa 22:17-30