Umsebenzi Wabathunywa 20:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Lwakuba ludambile udushe olo, uPawulos wawahlanganisa amakholwa, wawanika amazwi enkuthazo nawokwahlukana. Waza wasuka apho wasinga kwelaseMakedoni.

2. Watyhutyha loo mimandla, ehamba ethetha amazwi enkuthazo ebantwini. Wafika nakwelamaGrike,

Umsebenzi Wabathunywa 20