Umsebenzi Wabathunywa 11:1-4 Ibhayibhile (XHO96)

1. *Abathunywa namakholwa akulo lonke elakwaJuda, eva ukuba iintlanga nazo zilamkele ilizwi likaThixo.

2. Akubuyela eJerusalem uPetros, amaJuda angamakholwa amgxeka esithi:

3. “Wena ubulundwendwe lwabantu abangolukiyo ngokwesiko likaMosis, usitya nokutya nabo.”

4. Ke yena uPetros wabanika inkcazelo ezeleyo, esusela ekuqaleni kwento eyehlayo. Wathi:

Umsebenzi Wabathunywa 11