12. Ndiya kuziphuthisa izixhobo zemilingo ezisesandleni sakho,ungabi saba nabo abantu abavumisayo.
13. Ndoyitshabalalisa imifanekiso eqingqiweyo neentsika zonqulo eziphakathi kwenu.Akuyi kuba saguqa kumsebenzi wezandla zakho.
14. Ndozincothula neentsika zika-Ashera phakathi kwenu;izixeko zakho zona ndizibhodloze.