Umika 3:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Suka ke mna ndathi:“Phulaphulani, zinkokheli zakwaYakobi,nani balawuli bendlu kaSirayeli.Beningafanele na ukubuqonda ubulungisa?

2. Kambe ke, nibuthiyil' ubulungisa, nithand' ububi.Abantu bam nibahlubulula ulusu,nibabhunyule inyama emathanjeni.

Umika 3