Umatewu 7:28-29 Ibhayibhile (XHO96) Akuba ewathethile la mazwi uYesu, isihlwele sabantu samangaliswa kukufundisa kwakhe, kuba wayefundisa ngegunya