Umatewu 3:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke kaloku ngaloo mihla kwafika uYohane umbhaptizi eshumayela entlango yelakwaJuda,

2. esithi: “Guqukani, kuba ulawulo lukaThixo lusemnyango!”

Umatewu 3