Umatewu 27:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu babhunga ngoYesu ngenjongo yokuba abulawe.

2. Bambopha ke uYesu, bemka naye, bamnikela kwirhuluneli uPilato.

Umatewu 27