Umatewu 23:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Waza uYesu wathetha nesihlwele nabafundi bakhe,

2. esithi: “Abachazi-mthetho *nabaFarasi banegunya lokuchaza *umthetho kaMosis.

3. Ke ngoko kuveni nikwenze konke abanokuthi banixelele kona; kodwa ukwenza ze ningenzi ngokwezenzo zabo, kuba bayathetha baze kwabona bangakwenzi oko bakuthethileyo.

Umatewu 23