Umatewu 15:38-39 Ibhayibhile (XHO96)

38. Amadoda atyáyo aba kumawaka amane, bengekho kwelo nani abafazi nabantwana.

39. Wasindulula ke uYesu isihlwele, wakhwela esikhitshaneni, wafika kummandla waseMagadan.

Umatewu 15