Umatewu 15:35-37 Ibhayibhile (XHO96)

35. UYesu ke wasiyalela ukuba sihlale phantsi isihlwele;

36. wazithatha ezo zonka zisixhenxe nezo ntlanzi, wabulela, waziqhekeza, wazinika abafundi bakhe, baza bona banika isihlwele.

37. Batya bonke, bahlutha, kwaza kwaqokelelwa iibhaskiti ezisixhenxe zizele yintsalela.

Umatewu 15