33. Baza bathi kuye abafundi: “Zingafumaneka phi na entlango apha izonka ezinokubanela abantu abangaka?”
34. Waza wathi kubo uYesu: “Zingaphi izonka eninazo?”Bathi ke bona: “Zisixhenxe, neentlanzi ezimbalwa.”
35. UYesu ke wasiyalela ukuba sihlale phantsi isihlwele;