Umatewu 14:9-11 Ibhayibhile (XHO96)

9. Waba buhlungu ukumkani, kodwa ngenxa yesifungo, nangenxa yâbo babesethekweni kunye naye, wathi mayiyinikwe;

10. wathumela okokuba uYohane anqunyulwe intloko entolongweni apho.

11. Yeziswa ke ngesitya intloko yakhe, yanikwa intombi leyo, eyathi yona yayisa kunina.

Umatewu 14