Umatewu 13:57-58 Ibhayibhile (XHO96)

57. Ngenxa yale nto ke bambukula.Waza uYesu wathi kubo: “Kakade umshumayeli uyayinikwa imbeko; kukwelakowabo kuphela, ekhayeni lakhe, apho angayifumani khona.”

58. Ngenxa yokungakholwa kwabo akenzanga mimangaliso mininzi apho.

Umatewu 13