Umatewu 12:47-49 Ibhayibhile (XHO96)

47. Kwaza kwakho othi kuye: “Nanku unyoko nabantakwenu phandle, befuna ukuthetha nawe.”

48. Waphendula wathi kulowo wayesitsho: “Ngubani umama? Ngoobani bona abantakwethu?”

49. Esalatha abafundi bakhe ngesandla, wathi: “Nanku umama, naba abantakwethu.

Umatewu 12