Umarko 3:33-35 Ibhayibhile (XHO96)

33. Wabaphendula esithi: “Ngubani umama? Ngoobani bona abantakwethu?”

34. Ebasingasingile ke abo babemngqongile, wathi: “Nguye lo umama nabantakwethu.

35. Kaloku lowo uthe wakwenza ukuthanda kukaThixo nguye ongumntakwethu, nodade wethu, nomama.”

Umarko 3