Umarko 3:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Waphinda uYesu wangena *endlwini yesikhungo. Apho kwakukho umntu owayome isandla.

2. Babemlalele ke befuna ukubona ukuba womphilisa na *ngoMhla woPhumlo, ukuze bammangalele.

Umarko 3