Umarko 2:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwakuba ntsuku, uYesu wabuyela eKapernahum; kwavakala ukuba usekhayeni lakhe.

2. Ke kwahlanganisana into eninzi yabantu, kwada akwabikho ndawo nangasemnyango.Kwathi ke xa uYesu wayesashumayela,

3. kwafika abantu, bezise kuye umntu ofe umzimba, ethwelwe ngabané.

Umarko 2