Umarko 13:15-17 Ibhayibhile (XHO96) Ophezu kwendlu ke makangehli ukuya kuthatha nto endlwini yakhe. Nalowo usentsimini makangabi sayiphuthuma ingubo yakhe.