Umarko 10:50-52 Ibhayibhile (XHO96)

50. Ithe ke imfama, ilahle ingubo yayo, yaphakama, yeza kuYesu.

51. UYesu wathi kuyo: “Ufuna ukuba ndikwenzele ntoni na?”Yathi kuye imfama: “Nkosi yam, ndifuna ukuba ndibone.”

52. Wathi kuyo uYesu: “Hamba uhambe; ukholo lwakho lukuphilisile.”Yabona ke kwangoko, yamlandela uYesu endleleni apho.

Umarko 10