Uluka 9:7 Ibhayibhile (XHO96)

UHerode, owayephethe kuloo mmandla, waziva zonke izinto ezenziweyo nguYesu. Wasuka wanexhala, kuba kwakusithiwa: “Kuvuke uYohane kwabafileyo;”

Uluka 9

Uluka 9:1-16