Uluka 9:58 Ibhayibhile (XHO96)

Waza uYesu wathi kuye: “Iimpungutye zinemingxuma, neentaka zineendlwana; kodwa yena *uNyana woLuntu akanayo nendawo le yokufaka intloko.”

Uluka 9

Uluka 9:49-62