Uluka 9:52 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku wathuma abathunywa bakhe, ukuba bamandulele. Bahamba ke, baya kungena kwidolophana yamaSamariya, khon' ukuze bamlungiselele;

Uluka 9

Uluka 9:45-55