Uluka 9:42 Ibhayibhile (XHO96)

Eseza ke, indimoni isuke yamhlasela watsho waxhuzula. Wayikhalimela indimoni uYesu, waphila umntwana, wambuyisela kuyise.

Uluka 9

Uluka 9:35-44