Uluka 9:32 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uPetros nâbo babenaye basindwa bubuthongo, kodwa bakuthi balulu, babubona ubuqaqawuli bukaYesu, bewabona naloo madoda mabini ayemi naye.

Uluka 9

Uluka 9:27-33